Wikipedia xhwiki https://xh.wikipedia.org/wiki/Iphepha_Elingundoqo MediaWiki 1.39.0-wmf.23 first-letter Media Special Talk User User talk Wikipedia Wikipedia talk File File talk MediaWiki MediaWiki talk Template Template talk Help Help talk Category Category talk TimedText TimedText talk Module Module talk Gadget Gadget talk Gadget definition Gadget definition talk AmaXhosa 0 3270 33934 33933 2022-08-12T17:28:20Z I-Mikrobi 11568 wikitext text/x-wiki [[File:Xhosa-children.JPG|thumb|280px]] '''AmaXhosa''' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe . Bohlulwe ngokweziduko (Clan names) kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, amaRharhabe, imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]]. Igama elithi isiXhosa okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa ababesaziwa njengabantu bokuqala . Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo , ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. AmaXhosa aphuma emaphandleni ayesakuba yiTranskei kunye neCiskei . Amanye ohlukana kubantu bakwaNguni kwimfazwe eyaye yadaleka eyayibizwa ngokuba yiMfecane. Nabo abo bantu babohlukene kwanguni ikwangamaXhosa kodwa isiXhosa abasithethi ngendlela efanelekileyo kwaye babiza iziduko ezohluka-hlukeneyo futhi baphuma kwizizwe ezahlukeneyo umzekelo: amaMfengu, amaBhele kunye namaZizi. Aba bantu babizwa ngamaXhosa baneenkolo kunye namasiko. Basebenzisa amabali ukuze basombulule iingxaki zabo. Bakholelwa kuQamata. Ngokwesiko lawo izinyanya zawo ezingooyise mkhulu ababhubhayo zisebenza ukubakhusela. Amaphupha adlala eyona ndima inkulu ukuze umXhosa adibane no Qamata. Kanti ke ngesizingomba izifuba sibeneqhayiya lokuba ooKhokho bethu zange banikezele kwabamhlophe kanti ke nezozizwe zintsundu ziphambili ngoku zalwa zaphumelela kuba yayizizizwana ezinoxolo nobuntu kwaye zingafuni mfazwe. "Inkaba yakho iphi?" lombuzo amaXhosa adla ngokuwubuza xa efuna ukwazi ngemvelaphi yakho , umnombo wakho ukutsho , ikhaya , uzalwa ngubani ? , yena ezalwa phi ? Eyonqulo lukaThixo indima yeyenye imini, okwangoku manditshaye kuba inqawe yam sele izicimele ifuna ukuqongqothwa!  <br /> [[Category:AmaXhosa| ]] 9btli7rfeenbvr8gkztkaarnu4v2qms 33935 33934 2022-08-12T17:29:02Z I-Mikrobi 11568 wikitext text/x-wiki [[File:Xhosa-children.JPG|thumb|280px]] '''AmaXhosa''' ([[isiNgesi]]: ''Xhosa people'') — AmaXhosa liqela labantu base[[UMzantsi Afrika|Mzantsi Afrika]] elifumaneka e[[IPhondo laseMpuma-Koloni|Mpuma Koloni]]. Aba ngabantu bamasiko nezithethe . Bohlulwe ngokweziduko (Clan names) kunye nezizwe ezahlukeneyo. Izizwe abohlulwe ngazo ngamaGcaleka, amaRharhabe, imiDange kunye namaNdlambe. Kukho nezinye izizwe ezifumaneka kumaXhosa ezo ngabaThembu, abakoBhosha kunye nama[[Mpondo]]. Igama elithi isiXhosa okanye igama lamaXhosa lithathwe kwiKumkani yamaXhosa eyayibizwa ngokuba nguXhosa. Yona eligama yaliphiwa ngaBathwa ababesaziwa njengabantu bokuqala. Ngokolwimi laBathwa eligama lithetha ubungqongqo, ubundlobongela kunye nokucaphuka. Emva kokuthiywa kukaKumkani uXhosa kwatsho kwakho iqela labantu elibizwa ngamaXhosa kwaye elithetha isiXhosa. AmaXhosa aphuma emaphandleni ayesakuba yiTranskei kunye neCiskei . Amanye ohlukana kubantu bakwaNguni kwimfazwe eyaye yadaleka eyayibizwa ngokuba yiMfecane. Nabo abo bantu babohlukene kwanguni ikwangamaXhosa kodwa isiXhosa abasithethi ngendlela efanelekileyo kwaye babiza iziduko ezohluka-hlukeneyo futhi baphuma kwizizwe ezahlukeneyo umzekelo: amaMfengu, amaBhele kunye namaZizi. Aba bantu babizwa ngamaXhosa baneenkolo kunye namasiko. Basebenzisa amabali ukuze basombulule iingxaki zabo. Bakholelwa kuQamata. Ngokwesiko lawo izinyanya zawo ezingooyise mkhulu ababhubhayo zisebenza ukubakhusela. Amaphupha adlala eyona ndima inkulu ukuze umXhosa adibane no Qamata. Kanti ke ngesizingomba izifuba sibeneqhayiya lokuba ooKhokho bethu zange banikezele kwabamhlophe kanti ke nezozizwe zintsundu ziphambili ngoku zalwa zaphumelela kuba yayizizizwana ezinoxolo nobuntu kwaye zingafuni mfazwe. "Inkaba yakho iphi?" lombuzo amaXhosa adla ngokuwubuza xa efuna ukwazi ngemvelaphi yakho , umnombo wakho ukutsho , ikhaya , uzalwa ngubani ? , yena ezalwa phi ? Eyonqulo lukaThixo indima yeyenye imini, okwangoku manditshaye kuba inqawe yam sele izicimele ifuna ukuqongqothwa!  <br /> [[Category:AmaXhosa| ]] 5ksgp454ptwqm95nq4p1bokwyq48bdn